Inkonjane Community Radio Podcasts

24 Jul Indida ngobu kumkani basemaMpondweni

1 HR 38 MIN
Abantwana begazi kunye nabo bagcine imicimbi yobukumkani abathethi ngazwi linye konke ngomba wokuba ngubani na ekumele ukuba abengu kumkani emaMpondweni. Oku kuthi gqi emva kokukhothama kokumkani uZanozuko Sigcau. Kungoku nje akwazeki ukuba le mpikiswano iza kuphelela phi na njengokuba kusekho uku krutha-kruthana
XH  SOUTH AFRICA